Luka 21:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 “Kodwa zilumkeleni ukuba iintliziyo zenu zingaze zisindwe kukuzingxala ngokutya nokusela kakhulu+ nangamaxhala+ obomi, ize ngequbuliso loo mini inifikele ngephanyazo+
34 “Kodwa zilumkeleni ukuba iintliziyo zenu zingaze zisindwe kukuzingxala ngokutya nokusela kakhulu+ nangamaxhala+ obomi, ize ngequbuliso loo mini inifikele ngephanyazo+