IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 11:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Izinto ezixabisekileyo aziyi kuba yingenelo ngemini yokuvutha komsindo,+ kodwa ubulungisa buya kuhlangula ekufeni.+

  • Isaya 5:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngoko ke kuya kufuneka abantu bam baye ekuthinjweni ngenxa yokuswela ulwazi;+ nozuko lwabo luya kuba ngabantu ababhuqwe yindlala,+ nesihlwele sabo siya kutsha lunxano.+

  • Roma 13:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Njengakwixesha lasemini masihambe ngokundilisekileyo,+ kungekhona kwiziyunguma nasezindywaleni,+ kungekhona kwiintlobano zesini ezingavumelekanga nakwihambo evakalala,+ kungekhona kwimbambano+ nekhwele.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share