Yobhi 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wandambesa ulusu nenyamaWaza wandiluka ngamathambo nemisipha.+ INdumiso 139:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba wena wavelisa izintso zam;+Wandibiyela esiswini sikama.+ INdumiso 139:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Amathambo am ayengafihlakalanga kuwe+Ukwenziwa kwam emfihlekweni,+Xa ndalukwayo kwezona nxalenye zisezantsi+ zomhlaba. Yeremiya 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Ngaphambi kokuba ndikuyile esiswini+ bendikwazi,+ naphambi kokuba uphume esibelekweni ndakungcwalisa.+ Ndikwenze umprofeti ezintlangeni.”
15 Amathambo am ayengafihlakalanga kuwe+Ukwenziwa kwam emfihlekweni,+Xa ndalukwayo kwezona nxalenye zisezantsi+ zomhlaba.
5 “Ngaphambi kokuba ndikuyile esiswini+ bendikwazi,+ naphambi kokuba uphume esibelekweni ndakungcwalisa.+ Ndikwenze umprofeti ezintlangeni.”