INtshumayeli 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye ndabona ukuba akukho nto ilunge ngakumbi kunokuba umntu abe nemihlali ngemisebenzi yakhe,+ kuba kusisabelo sakhe oko; ngenxa yokuba uya kungeniswa ngubani na ukuba akhangele oko kuya kubakho emva kwakhe?+ INtshumayeli 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yidla ubomi nomfazi omthandileyo+ ngayo yonke imihla yobomi bakho obulilize akunikileyo Yena phantsi kwelanga, yonke imihla yakho engamampunge, kuba sisabelo sakho eso ebomini+ nasekusebenzeni kwakho nzima okusebenzayo phantsi kwelanga.
22 Yaye ndabona ukuba akukho nto ilunge ngakumbi kunokuba umntu abe nemihlali ngemisebenzi yakhe,+ kuba kusisabelo sakhe oko; ngenxa yokuba uya kungeniswa ngubani na ukuba akhangele oko kuya kubakho emva kwakhe?+
9 Yidla ubomi nomfazi omthandileyo+ ngayo yonke imihla yobomi bakho obulilize akunikileyo Yena phantsi kwelanga, yonke imihla yakho engamampunge, kuba sisabelo sakho eso ebomini+ nasekusebenzeni kwakho nzima okusebenzayo phantsi kwelanga.