Eksodus 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ekuhambeni kwexesha kwavela ukumkani omtsha eYiputa owayengamazi uYosefu.+ INdumiso 103:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba kudlula umoya nje phezu kwayo, ize ingabi sabakho;+Nendawo yayo ingabi sayiqonda ngokubhekele phaya.+ INtshumayeli 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Abakhunjulwa abantu bamaxesha angaphambili, nabo baya kubakho kamva.+ Abayi kukhunjulwa kwanangabo baphakathi kwabo abo baya kubakho kamva.+
16 Kuba kudlula umoya nje phezu kwayo, ize ingabi sabakho;+Nendawo yayo ingabi sayiqonda ngokubhekele phaya.+
11 Abakhunjulwa abantu bamaxesha angaphambili, nabo baya kubakho kamva.+ Abayi kukhunjulwa kwanangabo baphakathi kwabo abo baya kubakho kamva.+