INtshumayeli 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba asikhunjulwa ngakumbi isilumko kunesiyatha ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Kwimihla ezayo, ngokuqinisekileyo wonk’ ubani uyalityalwa; yaye siya kufa njani isilumko? Sifa kunye nesiyatha.+ Isaya 40:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Phulaphula! Uthile uthi: “Memeza!”+ Omnye uthi: “Ndiya kumemeza ndithini na?” “Yonke inyama iyingca eluhlaza, yaye bonke ububele bayo bothando bunjengentyatyambo yasendle.+
16 Kuba asikhunjulwa ngakumbi isilumko kunesiyatha ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Kwimihla ezayo, ngokuqinisekileyo wonk’ ubani uyalityalwa; yaye siya kufa njani isilumko? Sifa kunye nesiyatha.+
6 Phulaphula! Uthile uthi: “Memeza!”+ Omnye uthi: “Ndiya kumemeza ndithini na?” “Yonke inyama iyingca eluhlaza, yaye bonke ububele bayo bothando bunjengentyatyambo yasendle.+