2 Korinte 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba ndiyanikhweletela ngekhwele lobuthixo,+ kuba ngokobuqu ndanithembisa ukunitshatisela+ kwindoda enye+ ukuze ndininikele ninjengentombi enyulu+ kuKRISTU.+ Efese 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 waza ngalo uthando lwakhe wasinyula+ ngaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, ukuba sibe ngcwele, singabi nasiphako+ phambi kwakhe.+ 2 Petros 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke, zintanda, ekubeni nilindele ezi zinto, yenzani unako-nako ukuze ekugqibeleni anifumane ningenabala,+ ningenasiphako yaye niseluxolweni.+
2 Kuba ndiyanikhweletela ngekhwele lobuthixo,+ kuba ngokobuqu ndanithembisa ukunitshatisela+ kwindoda enye+ ukuze ndininikele ninjengentombi enyulu+ kuKRISTU.+
4 waza ngalo uthando lwakhe wasinyula+ ngaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, ukuba sibe ngcwele, singabi nasiphako+ phambi kwakhe.+
14 Ngoko ke, zintanda, ekubeni nilindele ezi zinto, yenzani unako-nako ukuze ekugqibeleni anifumane ningenabala,+ ningenasiphako yaye niseluxolweni.+