Isaya 43:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova, “ningumkhonzi wam endimnyulileyo,+ ukuze nazi,+ nikholwe kum,+ niqonde ukuba ikwaNdim.+ Phambi kwam akuzange kuyilwe Thixo,+ nasemva kwam akubangakho namnye.+ Yohane 17:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Bawo, mayela noko undinike kona, ndinqwenela ukuba, apho ndikhoyo mna, nabo babe kunye nam,+ ukuze balubone uzuko lwam ondinike lona, ngenxa yokuba wandithanda phambi kokusekwa+ kwehlabathi.+ Yuda 1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 UYude, ikhoboka likaYesu Kristu, kodwa umntakwabo Yakobi,+ kwabo babiziweyo+ abathandwayo bekulwalamano kunye noThixo uBawo+ nabagcinelwe+ uYesu Kristu:
10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova, “ningumkhonzi wam endimnyulileyo,+ ukuze nazi,+ nikholwe kum,+ niqonde ukuba ikwaNdim.+ Phambi kwam akuzange kuyilwe Thixo,+ nasemva kwam akubangakho namnye.+
24 Bawo, mayela noko undinike kona, ndinqwenela ukuba, apho ndikhoyo mna, nabo babe kunye nam,+ ukuze balubone uzuko lwam ondinike lona, ngenxa yokuba wandithanda phambi kokusekwa+ kwehlabathi.+
1 UYude, ikhoboka likaYesu Kristu, kodwa umntakwabo Yakobi,+ kwabo babiziweyo+ abathandwayo bekulwalamano kunye noThixo uBawo+ nabagcinelwe+ uYesu Kristu: