INgoma yazo iiNgoma 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke wona umkhiwane,+ uzuze umbala opheleleyo kumakhiwane awo okuqala;+ nemidiliya iyatyatyamba, iyinike ivumba lawo elimnandi. Phakama, yiza ntombazana eliqabane lam,+ nzwakazi yam yiza sihambe.
13 Ke wona umkhiwane,+ uzuze umbala opheleleyo kumakhiwane awo okuqala;+ nemidiliya iyatyatyamba, iyinike ivumba lawo elimnandi. Phakama, yiza ntombazana eliqabane lam,+ nzwakazi yam yiza sihambe.