INdumiso 89:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Owu Yehova Thixo wemikhosi,+Ngubani na onamandla njengawe, Ya?+Nokuthembeka kwakho kukujikelezile.+ INdumiso 118:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Andiyi kufa, kodwa ndiya kuqhubeka ndiphila,+Ukuze ndivakalise imisebenzi kaYa.+ Isaya 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+ 1 Yohane 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Lowo ungenaluthando akamazi uThixo, kuba uThixo uluthando.+
8 Owu Yehova Thixo wemikhosi,+Ngubani na onamandla njengawe, Ya?+Nokuthembeka kwakho kukujikelezile.+
2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+