Isaya 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba phambi kwesivuno, xa intyatyambo igqibelela nentyatyambo isiba yidiliya evuthiweyo, kumelwe kunqunyulwe amasetyana ngezikere zokuthena imithi yaye kumelwe kushenxiswe amasebe anabayo, amele ahlahlwe.+ Yohane 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Onke amasebe akum angathwali siqhamo uyawasusa,+ yaye onke lawo athwala isiqhamo uyawathena,+ ukuze athwale isiqhamo esingakumbi.+
5 Kuba phambi kwesivuno, xa intyatyambo igqibelela nentyatyambo isiba yidiliya evuthiweyo, kumelwe kunqunyulwe amasetyana ngezikere zokuthena imithi yaye kumelwe kushenxiswe amasebe anabayo, amele ahlahlwe.+
2 Onke amasebe akum angathwali siqhamo uyawasusa,+ yaye onke lawo athwala isiqhamo uyawathena,+ ukuze athwale isiqhamo esingakumbi.+