Levitikus 26:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ndiya kuthumela amarhamncwa asendle phakathi kwenu,+ aya kuthi ngokuqinisekileyo anihluthe abantwana benu,+ aqwenge nezilwanyana zenu zasekhaya, alinciphise inani lenu, neendlela zenu ziphanziswe.+ Duteronomi 4:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana,+ nisale nimbalwa+ phakathi kweentlanga aya kunigxothela kuzo uYehova. Duteronomi 28:62 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 62 Yaye eneneni niya kusala nibambalwa kakhulu,+ nangona naningangeenkwenkwezi zamazulu ukuba baninzi,+ ngokuba ungaliphulaphulanga ilizwi likaYehova uThixo wakho. Isaya 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba nangona abantu bakho, Sirayeli, beya kungqineka bengangentlabathi yolwandle,+ yintsalela nje eya kubuya phakathi kwabo.+ Intshabalaliso+ ekugqitywe kuyo iya kuba ngumkhukula ngobulungisa,+
22 Ndiya kuthumela amarhamncwa asendle phakathi kwenu,+ aya kuthi ngokuqinisekileyo anihluthe abantwana benu,+ aqwenge nezilwanyana zenu zasekhaya, alinciphise inani lenu, neendlela zenu ziphanziswe.+
27 Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana,+ nisale nimbalwa+ phakathi kweentlanga aya kunigxothela kuzo uYehova.
62 Yaye eneneni niya kusala nibambalwa kakhulu,+ nangona naningangeenkwenkwezi zamazulu ukuba baninzi,+ ngokuba ungaliphulaphulanga ilizwi likaYehova uThixo wakho.
22 Kuba nangona abantu bakho, Sirayeli, beya kungqineka bengangentlabathi yolwandle,+ yintsalela nje eya kubuya phakathi kwabo.+ Intshabalaliso+ ekugqitywe kuyo iya kuba ngumkhukula ngobulungisa,+