IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 10:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Behla beyimiphefumlo engamashumi asixhenxe ookhokho bakho ukuya eYiputa,+ ke ngoku uYehova uThixo wenu unenze nangangeenkwenkwezi zasemazulwini ukuba baninzi kwenu.+

  • Duteronomi 26:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Uze uphendule ke uthi phambi koYehova uThixo wakho, ‘Ubawo wayengumSiriya otshabalalayo;+ wehla waya eYiputa+ wahlala khona njengomphambukeli enabantu abambalwa kakhulu ngenani;+ kodwa waba luhlanga olukhulu apho, olunamandla nolunabantu abaninzi.+

  • Nehemiya 9:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Oonyana babo wabenza baba baninzi njengeenkwenkwezi zamazulu.+ Wandula ke wabazisa kwilizwe+ owalithembisa ookhokho babo+ ukuba bafanele balidle ilifa.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share