IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Cela kum,+ ukuba ndikunike iintlanga njengelifa lakho+

      Neziphelo zomhlaba njengelifa lakho.+

  • INdumiso 72:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Uya kuba nabalawulwa abasukela elwandle baye kufikelela elwandle+

      Basukele eMlanjeni+ base eziphelweni zehlabathi.+

  • INdumiso 86:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Ziya kuza zonke iintlanga ozenzileyo,+

      Zize ziqubude phambi kwakho, Yehova,+

      Zilizukise negama lakho.+

  • Hagayi 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “‘Yaye ndiya kuzinyikimisa zonke iintlanga, zize izinto ezinqwenelekayo zazo zonke iintlanga zingene;+ yaye ndiya kuyizalisa ngozuko le ndlu,’+ utsho uYehova wemikhosi.

  • Malaki 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Kwaye zonke iintlanga kuya kufuneka zinibhengeze ninoyolo,+ kuba niya kuba lilizwe loyolo,”+ utsho uYehova wemikhosi.

  • ISityhilelo 11:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Neyesixhenxe ingelosi yavuthela ixilongo layo.+ Kwaza kwabakho amazwi amakhulu ezulwini, esithi: “Ubukumkani behlabathi buthe baba bubukumkani beNkosi+ yethu nobukaKristu+ wayo, yaye iya kulawula njengokumkani ngonaphakade kanaphakade.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share