INdumiso 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Esithi: “Mna, ndimmisile ukumkani wam+EZiyon,+ intaba yam engcwele.”+ Hezekile 21:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ndiya kukonakalisa, ndikonakalise, ndikonakalise.+ Nako oku ke, ngokuqinisekileyo akuyi kuba kokukabani ade afike lowo unelungelo elisemthethweni,+ yaye ndimele ndikunike yena.’+ Daniyeli 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Ndaqhubeka ndibona emibonweni yasebusuku, nanko kusiza ngamafu+ amazulu uthile onjengonyana womntu;+ waza wafikelela kuNyangelemihla,+ bamsondeza ke kanye phambi Kwakhe.+ Luka 1:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 kwaye uya kulawula njengokumkani phezu kwendlu kaYakobi ngonaphakade, yaye ubukumkani+ bakhe abuyi kuba nasiphelo.” Luka 22:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 yaye ndenza umnqophiso nani, kanye njengoko uBawo enze umnqophiso+ nam, wobukumkani,+ 2 Petros 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Enyanisweni, ngaloo ndlela niya kubonelelwa ngokutyebileyo ngokungeniswa+ kubukumkani obungunaphakade+ beNkosi noMsindisi wethu uYesu Kristu.+
27 Ndiya kukonakalisa, ndikonakalise, ndikonakalise.+ Nako oku ke, ngokuqinisekileyo akuyi kuba kokukabani ade afike lowo unelungelo elisemthethweni,+ yaye ndimele ndikunike yena.’+
13 “Ndaqhubeka ndibona emibonweni yasebusuku, nanko kusiza ngamafu+ amazulu uthile onjengonyana womntu;+ waza wafikelela kuNyangelemihla,+ bamsondeza ke kanye phambi Kwakhe.+
33 kwaye uya kulawula njengokumkani phezu kwendlu kaYakobi ngonaphakade, yaye ubukumkani+ bakhe abuyi kuba nasiphelo.”
11 Enyanisweni, ngaloo ndlela niya kubonelelwa ngokutyebileyo ngokungeniswa+ kubukumkani obungunaphakade+ beNkosi noMsindisi wethu uYesu Kristu.+