Yeremiya 31:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba kukho umhla abaya kuthi ngawo okunene abalindi abakummandla weentaba wakwaEfrayim bamemeze bathi, ‘Sukani, madoda, size sinyuke siye eZiyon, kuYehova uThixo wethu.’”+ Zekariya 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngezo mini ke amadoda alishumi aphuma kuzo zonke iilwimi zeentlanga+ aya kubamba,+ ewe, okunene aya kubamba isondo lendoda engumYuda,+ esithi: “Siza kuhamba nani,+ kuba sivile ukuba uThixo unani.”’”+ ISityhilelo 22:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Umoya+ nomtshakazi+ bathi: “Yiza!” Lowo uvayo makathi: “Yiza!”+ Lowo unxaniweyo makeze;+ lowo uthandayo makawathabathe amanzi obomi ngesisa.+
6 Kuba kukho umhla abaya kuthi ngawo okunene abalindi abakummandla weentaba wakwaEfrayim bamemeze bathi, ‘Sukani, madoda, size sinyuke siye eZiyon, kuYehova uThixo wethu.’”+
23 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngezo mini ke amadoda alishumi aphuma kuzo zonke iilwimi zeentlanga+ aya kubamba,+ ewe, okunene aya kubamba isondo lendoda engumYuda,+ esithi: “Siza kuhamba nani,+ kuba sivile ukuba uThixo unani.”’”+
17 Umoya+ nomtshakazi+ bathi: “Yiza!” Lowo uvayo makathi: “Yiza!”+ Lowo unxaniweyo makeze;+ lowo uthandayo makawathabathe amanzi obomi ngesisa.+