1 Kumkani 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwaye ababingeleli+ abazange bakwazi ukuma ukuze balungiselele+ ngenxa yelifu, kuba ubuqaqawuli+ bukaYehova bazalisa indlu kaYehova.+ INdumiso 46:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 UThixo uphakathi kweso sixeko;+ asiyi kushukunyiswa.+UThixo uya kusinceda ekuthini qheke kokusa.+ Isaya 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Danduluka kabukhali uze umemelele ngovuyo, wena mmi ulibhinqa waseZiyon, kuba mkhulu phakathi kwakho Lowo Uyingcwele kaSirayeli.”+ Mika 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokuqinisekileyo owayejingxela ndiya kumenza intsalela,+ nalowo washenxiselwa kude abe luhlanga olunamandla;+ yaye uYehova okunene uya kulawula njengokumkani phezu kwabo eNtabeni yeZiyon, ukususela ngoku kuse phambili nakwixesha elingenammiselo.+ Zekariya 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Danduluka kakhulu ube nemihlali, ntombi yaseZiyon;+ kuba yabona, ndiyeza,+ kwaye ndiza kuhlala phakathi kwakho,”+ utsho uYehova.
11 Kwaye ababingeleli+ abazange bakwazi ukuma ukuze balungiselele+ ngenxa yelifu, kuba ubuqaqawuli+ bukaYehova bazalisa indlu kaYehova.+
6 “Danduluka kabukhali uze umemelele ngovuyo, wena mmi ulibhinqa waseZiyon, kuba mkhulu phakathi kwakho Lowo Uyingcwele kaSirayeli.”+
7 Ngokuqinisekileyo owayejingxela ndiya kumenza intsalela,+ nalowo washenxiselwa kude abe luhlanga olunamandla;+ yaye uYehova okunene uya kulawula njengokumkani phezu kwabo eNtabeni yeZiyon, ukususela ngoku kuse phambili nakwixesha elingenammiselo.+
10 “Danduluka kakhulu ube nemihlali, ntombi yaseZiyon;+ kuba yabona, ndiyeza,+ kwaye ndiza kuhlala phakathi kwakho,”+ utsho uYehova.