Duteronomi 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+ Nehemiya 9:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kwaye wena ulilungisa+ ngokubhekisele kuko konke okusifikeleyo, kuba wena wenze ngokuthembeka,+ kodwa sithi abenze ngokungendawo.+ INdumiso 89:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Amazulu aya kubonga isenzo sakho esimangalisayo, Yehova,+Ewe, ukuthembeka kwakho ebandleni labangcwele.
4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+
33 Kwaye wena ulilungisa+ ngokubhekisele kuko konke okusifikeleyo, kuba wena wenze ngokuthembeka,+ kodwa sithi abenze ngokungendawo.+
5 Amazulu aya kubonga isenzo sakho esimangalisayo, Yehova,+Ewe, ukuthembeka kwakho ebandleni labangcwele.