Genesis 24:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 yaza yathi: “Makabongwe uYehova+ uThixo wenkosi yam uAbraham, ongabususanga ububele bakhe bothando nenkoloseko yakhe kwinkosi yam. Ndithe ndisendleleni, uYehova wandikhokelela endlwini yabantakwabenkosi yam.”+ Numeri 23:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+Akanyana waluntu ukuba azisole.+Etshilo nje yena akayi kwenza na,Ethethile nje akayi kuphumeza na?+
27 yaza yathi: “Makabongwe uYehova+ uThixo wenkosi yam uAbraham, ongabususanga ububele bakhe bothando nenkoloseko yakhe kwinkosi yam. Ndithe ndisendleleni, uYehova wandikhokelela endlwini yabantakwabenkosi yam.”+
19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+Akanyana waluntu ukuba azisole.+Etshilo nje yena akayi kwenza na,Ethethile nje akayi kuphumeza na?+