Isaya 35:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye bona kanye abo bakhululweyo nguYehova baya kubuya baze+ ngokuqinisekileyo beze eZiyon ngentswahla yovuyo;+ nemihlali iya kuba phezu kwentloko yabo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Baya kugcoba babe nemihlali, intlungu nokuncwina kusabe kubo.+ ISityhilelo 7:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngenxa yokuba iMvana,+ ephakathi kwetrone, iya kubalusa,+ ibakhokelele emithonjeni yamanzi+ obomi. Yaye uThixo uya kuzisula zonke iinyembezi emehlweni abo.”+ ISityhilelo 21:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Uya kuzisula zonke iinyembezi+ emehlweni abo, kungabi sabakho kufa,+ kungabi sabakho kuzila nakukhala nantlungu kwakhona.+ Izinto zangaphambili zidlule.”+
10 Kwaye bona kanye abo bakhululweyo nguYehova baya kubuya baze+ ngokuqinisekileyo beze eZiyon ngentswahla yovuyo;+ nemihlali iya kuba phezu kwentloko yabo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Baya kugcoba babe nemihlali, intlungu nokuncwina kusabe kubo.+
17 ngenxa yokuba iMvana,+ ephakathi kwetrone, iya kubalusa,+ ibakhokelele emithonjeni yamanzi+ obomi. Yaye uThixo uya kuzisula zonke iinyembezi emehlweni abo.”+
4 Uya kuzisula zonke iinyembezi+ emehlweni abo, kungabi sabakho kufa,+ kungabi sabakho kuzila nakukhala nantlungu kwakhona.+ Izinto zangaphambili zidlule.”+