IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 30:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ukuba abantu bakho abasasazekileyo bathe baya esiphelweni samazulu, wokuqokelela nalapho uYehova uThixo wakho.+

  • Isaya 51:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngoko abo bahlawulelweyo bakaYehova baya kubuya beze eZiyon bememelela ngovuyo,+ babe nemihlali ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Baya kufumana imigcobo nemihlali.+ Ngokuqinisekileyo iya kusaba intlungu nokuncwina.+

  • Mateyu 20:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+

  • 1 Timoti 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 lowo wazinikela waba yintlawulelo yabo bonke+—nto leyo ekuza kunikelwa ubungqina ngayo ngexesha elifanelekileyo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share