2 Kronike 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Bavuka ekuseni kusasa baza baphuma baya entlango+ yaseTekowa.+ Yaye njengoko babephuma, uYehoshafati wema waza wathi: “Ndiveni, maYuda nani bemi baseYerusalem!+ Kholwani+ kuYehova uThixo wenu ukuze nihlale ixesha elide. Kholwani kubaprofeti+ bakhe ukuze niphumelele.” INdumiso 62:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kholosani ngaye ngamaxesha onke, nina bantu.+Phalazani intliziyo yenu phambi kwakhe.+UThixo uyindawo yethu yokusabela.+ Seʹlah. IMizekeliso 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kholosa ngoYehova ngayo yonke intliziyo yakho,+ ungayami ngokwakho ukuqonda.+
20 Bavuka ekuseni kusasa baza baphuma baya entlango+ yaseTekowa.+ Yaye njengoko babephuma, uYehoshafati wema waza wathi: “Ndiveni, maYuda nani bemi baseYerusalem!+ Kholwani+ kuYehova uThixo wenu ukuze nihlale ixesha elide. Kholwani kubaprofeti+ bakhe ukuze niphumelele.”
8 Kholosani ngaye ngamaxesha onke, nina bantu.+Phalazani intliziyo yenu phambi kwakhe.+UThixo uyindawo yethu yokusabela.+ Seʹlah.