Isaya 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nasi isibhengezo nxamnye noMowabhi:+ Ngenxa yokuba iphangiwe ngobusuku, iAri+ yakwaMowabhi ithulisiwe. Ngenxa yokuba iphangiwe ngobusuku, iKire+ yakwaMowabhi ithulisiwe. Isaya 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba isandla sikaYehova siya kuhlala kule ntaba,+ yaye uMowabhi uya kunyathelwa+ kule ndawo yakhe njengemfumba yeendiza inyathelwa endaweni yomgquba.+
15 Nasi isibhengezo nxamnye noMowabhi:+ Ngenxa yokuba iphangiwe ngobusuku, iAri+ yakwaMowabhi ithulisiwe. Ngenxa yokuba iphangiwe ngobusuku, iKire+ yakwaMowabhi ithulisiwe.
10 Kuba isandla sikaYehova siya kuhlala kule ntaba,+ yaye uMowabhi uya kunyathelwa+ kule ndawo yakhe njengemfumba yeendiza inyathelwa endaweni yomgquba.+