Numeri 21:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngokuba kuphume umlilo eHeshbhon,+ idangatye kwidolophu yakwaSihon.Uyidlile iAri+ yakwaMowabhi, abanini beendawo eziphakamileyo zaseArnon. Duteronomi 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza ke wathi uYehova kum, ‘Uze ungamkhathazi uMowabhi okanye ulwe imfazwe naye, kuba andiyi kukunika naliphi na lelizwe lakhe ukuba ume kulo, ngokuba iAri+ ndiyinike oonyana bakaLote+ ukuba imiwe ngabo.
28 Ngokuba kuphume umlilo eHeshbhon,+ idangatye kwidolophu yakwaSihon.Uyidlile iAri+ yakwaMowabhi, abanini beendawo eziphakamileyo zaseArnon.
9 Waza ke wathi uYehova kum, ‘Uze ungamkhathazi uMowabhi okanye ulwe imfazwe naye, kuba andiyi kukunika naliphi na lelizwe lakhe ukuba ume kulo, ngokuba iAri+ ndiyinike oonyana bakaLote+ ukuba imiwe ngabo.