Eksodus 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Uthe ke akubona uFaro ukuba ukhululekile, wayenza lukhuni intliziyo yakhe;+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.+ INdumiso 106:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Izihlandlo ezininzi wayebahlangula,+Kodwa bona babeziphatha ngemvukelo kwikhondo labo lokungathobeli,+Babehliswa ngenxa yesiphoso sabo.+ IMizekeliso 1:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kuba ukukreqa+ kwabangenamava kuko okuya kubabulala,+ nokungabi nankathalo kweziyatha kuko okuya kuzibulala.+
15 Uthe ke akubona uFaro ukuba ukhululekile, wayenza lukhuni intliziyo yakhe;+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.+
43 Izihlandlo ezininzi wayebahlangula,+Kodwa bona babeziphatha ngemvukelo kwikhondo labo lokungathobeli,+Babehliswa ngenxa yesiphoso sabo.+
32 Kuba ukukreqa+ kwabangenamava kuko okuya kubabulala,+ nokungabi nankathalo kweziyatha kuko okuya kuzibulala.+