Isaya 26:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nokuba ongendawo angababalwa, akafundi bulungisa.+ Elizweni lokuthe tye uya kwenza ngokungekho sikweni,+ angabuboni ubuhandiba bukaYehova.+ Yeremiya 34:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa bajika+ emva koko bazibuyisa izicaka nezicakakazi ezo babezikhulule, bazithoba njengezicaka nanjengezicakakazi.+
10 Nokuba ongendawo angababalwa, akafundi bulungisa.+ Elizweni lokuthe tye uya kwenza ngokungekho sikweni,+ angabuboni ubuhandiba bukaYehova.+
11 Kodwa bajika+ emva koko bazibuyisa izicaka nezicakakazi ezo babezikhulule, bazithoba njengezicaka nanjengezicakakazi.+