Isaya 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza wahlabela mgama wathi: “Hamba, uze uthi kwesi sizwana, ‘Ukuva oku niya kuva, kodwa ningaqondi; ukubona oku niya kubona, kodwa ningabi nalwazi.’+
9 Waza wahlabela mgama wathi: “Hamba, uze uthi kwesi sizwana, ‘Ukuva oku niya kuva, kodwa ningaqondi; ukubona oku niya kubona, kodwa ningabi nalwazi.’+