IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 86:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ndenzele umqondiso othetha ukulunga,

      Ukuze abo bandithiyileyo bawubone babe neentloni.+

      Kuba wena, Yehova, undincedile wandithuthuzela.+

  • 1 Petros 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yibani nesazela esilungileyo,+ khon’ ukuze kuloo nto kuthethwa ngokunxamnye nani babe neentloni+ abo bathetha ngendelelo ngehambo yenu elungileyo kuKristu.+

  • ISityhilelo 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Khangela! Naku endiya kukwenza kwabo bendlu yesikhungu kaSathana abathi bangamaYuda,+ ukanti bengengawo kodwa bexoka+—khangela! ndiya kubenza beze baze baqubude+ phambi kweenyawo zakho yaye ndibenze bazi ukuba ndikuthandile.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share