2 Kumkani 4:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ngako oko othile waphuma waya emasimini waya kukha imifuno,+ wafumana umdiliya wasendle waza wakha amathangazana kuwo, wazalisa isambatho sakhe, wawaxabelela embizeni yesityu, kuba babengaqhelananga nawo.
39 Ngako oko othile waphuma waya emasimini waya kukha imifuno,+ wafumana umdiliya wasendle waza wakha amathangazana kuwo, wazalisa isambatho sakhe, wawaxabelela embizeni yesityu, kuba babengaqhelananga nawo.