Isaya 35:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Isiqhwala siya kutsiba njengexhama,+ nolwimi lwesimumu luya kumemelela ngochulumanco.+ Kuba kuya kumpompoza amanzi entlango, nemisinga kwithafa eliyinkqantosi. Isaya 41:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ezindulini ezingenanto ndiya kuvula imilambo, naphakathi kwamathafa asezintlanjeni, imithombo.+ Ndiya kuyenza intlango ibe lichibi lamanzi elineengcongolo, nelizwe elingenamanzi libe yimithombo yamanzi.+ Isaya 58:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwaye uYehova uya kubopheleleka ukuba akukhokele+ rhoqo+ nokuba anelise umphefumlo wakhe naselizweni elibharhileyo,+ yaye uya kuwomeleza amathambo akho;+ ube njengomyezo onamanzi amaninzi,+ nanjengomthombo wamanzi, omanzi awo angatshiyo.
6 Isiqhwala siya kutsiba njengexhama,+ nolwimi lwesimumu luya kumemelela ngochulumanco.+ Kuba kuya kumpompoza amanzi entlango, nemisinga kwithafa eliyinkqantosi.
18 Ezindulini ezingenanto ndiya kuvula imilambo, naphakathi kwamathafa asezintlanjeni, imithombo.+ Ndiya kuyenza intlango ibe lichibi lamanzi elineengcongolo, nelizwe elingenamanzi libe yimithombo yamanzi.+
11 Kwaye uYehova uya kubopheleleka ukuba akukhokele+ rhoqo+ nokuba anelise umphefumlo wakhe naselizweni elibharhileyo,+ yaye uya kuwomeleza amathambo akho;+ ube njengomyezo onamanzi amaninzi,+ nanjengomthombo wamanzi, omanzi awo angatshiyo.