IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 11:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Iimfama ziyabona kwakhona,+ neziqhwala+ ziyahambahamba, abaneqhenqa+ bayahlanjululwa nezithulu+ ziyeva, nabafileyo+ bayavuswa, nabangamahlwempu kuvakaliswa iindaba ezilungileyo+ kubo;

  • Mateyu 21:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngoko, abantu abaziimfama nabaziziqhwala beza kuye etempileni, waza wabaphilisa.

  • IZenzo 8:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kuba kwakukho abaninzi ababenoomoya abangahlambulukanga,+ yaye bona babedanduluka ngelizwi elikhulu baze baphume. Ngaphezu koko, abaninzi ababefe umzimba+ neziqhwala baphiliswa.

  • IZenzo 14:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 wathi ngelizwi elikhulu: “Yima nkqo ngeenyawo zakho.” Yaye waxhuma waza waqalisa ukuhamba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share