IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndathi ke mna: “Kude kube nini na, Yehova?”+ Wathi: “Zide okunene izixeko zibe ngamanxuwa, zingabi nabemi, nezindlu zingabi namntu wasemhlabeni, nomhlaba ngokwawo uphanziswe;+

  • Isaya 17:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngaloo mini izixeko zakhe ezinqabisekileyo ziya kuba njengendawo eshiywe ngokupheleleyo ehlathini, kwanesebe abalishiye ngokupheleleyo ngenxa yoonyana bakaSirayeli; yaye limele libe yinkangala ephanzileyo.+

  • Yeremiya 26:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “UMika+ waseMoresheti+ wayeprofeta ngemihla kaHezekiya ukumkani wakwaYuda+ yaye wahlabela mgama wathi kubo bonke abantu bakwaYuda, ‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “IZiyon iya kulinywa njengentsimi nje,+ neYerusalem iya kuba njengeemfumba nje zamanxuwa,+ nentaba yeNdlu iya kuba lihlathi kwiindawo eziphakamileyo.”’+

  • IZililo 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 UYehova uye wanjengotshaba.+ Umginyile uSirayeli.+

      Uziginyile zonke iinqaba zakhe zokuhlala;+ uzonakalisile iindawo zakhe ezinqatyisiweyo.+

      Nasentombini yakwaYuda ukwenze kwaphuphuma ukuzila nokwenza isijwili.+

  • Hezekile 36:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 ke ngoko, zintaba zakwaSirayeli,+ liveni ilizwi leNkosi enguMongami uYehova! Itsho iNkosi enguMongami uYehova kuzo iintaba nakwiinduli, kwimisinga nakwiintlambo nakwiindawo eziphanzileyo+ ezachithwayo nakwizixeko ezishiyiweyo eziye zaba zezokuphangwa nokugculelwa kwabaseleyo beentlanga ezijikelezileyo;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share