Isaya 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndathi ke mna: “Kude kube nini na, Yehova?”+ Wathi: “Zide okunene izixeko zibe ngamanxuwa, zingabi nabemi, nezindlu zingabi namntu wasemhlabeni, nomhlaba ngokwawo uphanziswe;+ Hoseya 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuvuke ukuxokozela phakathi kwabantu bakho,+ yaye izixeko zakho ezinqatyisiweyo ziya kuphangwa,+ njengoko uShalman wayiphangayo indlu ka-Arbhele, ngomhla wedabi xa kwatyunyuzwa unyoko kunye noonyana bakhe.+ Amosi 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Utshaba luyajikeleza elizweni apha,+ yaye ngokuqinisekileyo luya kuwahlisa amandla akho kuwe, neenqaba zakho zokuhlala okunene ziya kuphangwa.’+ Mika 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndiza kuzinqumla izixeko zelizwe lakho ndize ndizichithe zonke iindawo zakho ezinqatyisiweyo.+ Mika 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ilizwe limele libe yinkangala ephanzileyo ngenxa yabemi balo, ngenxa yesiqhamo sezenzo zabo.+
11 Ndathi ke mna: “Kude kube nini na, Yehova?”+ Wathi: “Zide okunene izixeko zibe ngamanxuwa, zingabi nabemi, nezindlu zingabi namntu wasemhlabeni, nomhlaba ngokwawo uphanziswe;+
14 Kuvuke ukuxokozela phakathi kwabantu bakho,+ yaye izixeko zakho ezinqatyisiweyo ziya kuphangwa,+ njengoko uShalman wayiphangayo indlu ka-Arbhele, ngomhla wedabi xa kwatyunyuzwa unyoko kunye noonyana bakhe.+
11 “Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Utshaba luyajikeleza elizweni apha,+ yaye ngokuqinisekileyo luya kuwahlisa amandla akho kuwe, neenqaba zakho zokuhlala okunene ziya kuphangwa.’+