Duteronomi 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+ Nehemiya 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Nakuba nibuyele kum+ naza nagcina imiyalelo yam+ nayenza,+ nangona abantu benu abasasazekileyo beya kuba besesiphelweni samazulu, ndiya kubaqokelela+ apho ndize ngokuqinisekileyo ndibazise+ kwindawo endiyikhethileyo ukuze ndilihlalise kuyo igama lam.’+ Yeremiya 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Buyani, nina nyana bakreqileyo,”+ utsho uYehova. “Kuba mna ndiyindoda engumnini wenu;+ yaye ndiza kunithabatha, abe mnye esixekweni baze babe babini entsatsheni, ndinizise eZiyon.+ Amosi 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+ Luka 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Nguwuphi na umntu kuni onezimvu ezilikhulu, kuze kulahleke enye yazo, ongayi kuzishiya ezingamashumi asithoba anesithoba ngasemva entlango, aye kufuna leyo ilahlekileyo ade ayifumane?+
3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+
9 Nakuba nibuyele kum+ naza nagcina imiyalelo yam+ nayenza,+ nangona abantu benu abasasazekileyo beya kuba besesiphelweni samazulu, ndiya kubaqokelela+ apho ndize ngokuqinisekileyo ndibazise+ kwindawo endiyikhethileyo ukuze ndilihlalise kuyo igama lam.’+
14 “Buyani, nina nyana bakreqileyo,”+ utsho uYehova. “Kuba mna ndiyindoda engumnini wenu;+ yaye ndiza kunithabatha, abe mnye esixekweni baze babe babini entsatsheni, ndinizise eZiyon.+
14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+
4 “Nguwuphi na umntu kuni onezimvu ezilikhulu, kuze kulahleke enye yazo, ongayi kuzishiya ezingamashumi asithoba anesithoba ngasemva entlango, aye kufuna leyo ilahlekileyo ade ayifumane?+