Isaya 57:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Ngenxa yesiphoso senzuzo yakhe yokungekho sikweni+ ndacaphuka, ndaza ndambetha, ndibufihla ubuso bam,+ ngoxa ndandicaphukile. Kodwa waqhubeka ehamba njengomkreqi ngendlela yentliziyo yakhe.+ Yeremiya 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba abantu bam bazizidenge.+ Mna abandiqondanga.+ Bangoonyana abangalumkanga; yaye abanako ukuqonda.+ Bazizilumko zokwenza okubi, kodwa ukwenza okulungileyo kona okunene abakwazi.+
17 “Ngenxa yesiphoso senzuzo yakhe yokungekho sikweni+ ndacaphuka, ndaza ndambetha, ndibufihla ubuso bam,+ ngoxa ndandicaphukile. Kodwa waqhubeka ehamba njengomkreqi ngendlela yentliziyo yakhe.+
22 Kuba abantu bam bazizidenge.+ Mna abandiqondanga.+ Bangoonyana abangalumkanga; yaye abanako ukuqonda.+ Bazizilumko zokwenza okubi, kodwa ukwenza okulungileyo kona okunene abakwazi.+