IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Uze ungaliphathi njengelingento yanto igama likaYehova uThixo wakho,+ kuba uYehova akayi kungamohlwayi oliphatha njengelingento yanto igama lakhe.+

  • Yoshuwa 24:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Waza uYoshuwa wathi ebantwini: “Aninakukwazi ukukhonza uYehova, kuba unguThixo ongcwele;+ unguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo.+ Akayi kukuxolela ukuvukela kwenu nezono zenu.+

  • Yeremiya 18:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kodwa wena, Yehova, ulazi kakuhle lonke icebo abandenzela lona ukuze ndife.+ Musa ukusigubungela isiphoso sabo, kwaye ungasisusi isono sabo sisuke phambi kwakho; kodwa mabakhubeke phambi kwakho.+ Ngexesha lomsindo wakho thabatha inyathelo nxamnye nabo.+

  • Marko 3:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Noko ke, nabani na onyelisa umoya oyingcwele akanakuxolelwa naphakade, kodwa unetyala lesono sikanaphakade.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share