Isaya 28:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Khangela! UYehova unothile owomeleleyo nonamandla.+ Njengesiphango esineendudumo sesichotho,+ isiphango esitshabalalisayo, njengesiphango esineendudumo samanzi anamandla,+ akhukulayo, ngokuqinisekileyo uya kuwisa phantsi ngamandla emhlabeni.
2 Khangela! UYehova unothile owomeleleyo nonamandla.+ Njengesiphango esineendudumo sesichotho,+ isiphango esitshabalalisayo, njengesiphango esineendudumo samanzi anamandla,+ akhukulayo, ngokuqinisekileyo uya kuwisa phantsi ngamandla emhlabeni.