Isaya 7:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UYehova uya kukuzisela wena+ nabantu bakho nendlu kayihlo imihla ekungazange kubekho injengayo ukususela kumhla wokumka kukaEfrayim ecaleni kukaYuda,+ oko kukuthi, ukumkani waseAsiriya.+ Isaya 7:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Ngaloo mini, ngencakuba eqeshiweyo kummandla woMlambo,+ ngokumkani waseAsiriya kanye,+ uYehova uya kuyicheba intloko noboya beenyawo, kwaye iya kutshayela kwaneendevu ezo.+
17 UYehova uya kukuzisela wena+ nabantu bakho nendlu kayihlo imihla ekungazange kubekho injengayo ukususela kumhla wokumka kukaEfrayim ecaleni kukaYuda,+ oko kukuthi, ukumkani waseAsiriya.+
20 “Ngaloo mini, ngencakuba eqeshiweyo kummandla woMlambo,+ ngokumkani waseAsiriya kanye,+ uYehova uya kuyicheba intloko noboya beenyawo, kwaye iya kutshayela kwaneendevu ezo.+