IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 50:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Ngokuqinisekileyo uMkratshi uya kukhubeka aze awe,+ yaye akayi kuba nabani wokumphakamisa.+ Ndiza kuvuthisa umlilo ezixekweni zakhe, kwaye umele ukuqwenge konke oko kumngqongileyo.”+

  • Malaki 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Kuba, khangela! iyeza imini evutha njengeziko,+ yaye bonke abakhukhumeleyo nabo bonke abo benza ubungendawo bamele babe njengeendiza.+ Kwaye imini leyo izayo ngokuqinisekileyo iya kubaqwenga,” utsho uYehova wemikhosi, “kangangokuba ayiyi kubashiyela nokuba yingcambu okanye isebe.+

  • Luka 18:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ndithi kuni, Lo mntu wehla ukuya ekhayeni lakhe engqineke elilungisa ngakumbi+ kunalowa umntu; kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa, kodwa lowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+

  • Yakobi 4:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Noko ke, ububele obungasifanelanga abunikelayo bukhulu ngakumbi.+ Sitsho nesibhalo ukuthi: “UThixo ubachasile abanekratshi,+ kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abathobekileyo.”+

  • 1 Petros 5:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngokunjalo, nina madodana, wathobeleni+ amadoda amakhulu. Bhinqani nonke ukuthobeka kwengqondo omnye ngakomnye,+ ngenxa yokuba uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abo bathobekileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share