IMizekeliso 18:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Phambi kokuwa intliziyo yomntu iphakamile,+ yaye phambi kozuko kukho intobeko.+ Daniyeli 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa wathi akuba nekratshi, yakhukhumala intliziyo yakhe kukuzidla,+ wahliswa etroneni yobukumkani bakhe, sahluthwa nesidima sakhe kuye.+ ISityhilelo 18:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yadanduluka ngelizwi+ elinamandla, isithi: “Iwile! IBhabhiloni Enkulu iwile,+ yaba yindawo yokuhlala iidemon nendawo yokuncathama wonke umoya ongahlambulukanga+ nendawo yokuncathama zonke iintaka ezingahlambulukanga nezithiyekileyo!+
20 Kodwa wathi akuba nekratshi, yakhukhumala intliziyo yakhe kukuzidla,+ wahliswa etroneni yobukumkani bakhe, sahluthwa nesidima sakhe kuye.+
2 Yadanduluka ngelizwi+ elinamandla, isithi: “Iwile! IBhabhiloni Enkulu iwile,+ yaba yindawo yokuhlala iidemon nendawo yokuncathama wonke umoya ongahlambulukanga+ nendawo yokuncathama zonke iintaka ezingahlambulukanga nezithiyekileyo!+