INdumiso 40:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Zininzi izinto ozenzileyo,+Owu Yehova Thixo wam, kwanemisebenzi yakho emangalisayo neengcamango zakho kuthi;+Akukho namnye onokuthelekiswa nawe.+Ukuba bendityekele ekuxeleni ndize ndithethe ngazo,Zininzi kakhulu kunokuba ndinokubalisa.+ Yeremiya 32:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 ocebo likhulu+ nozenzo zininzi,+ wena omehlo avulekileyo phezu kweendlela zonke zoonyana babantu,+ ukuze unike ngamnye ngokweendlela zakhe nangokwesiqhamo sezenzo zakhe;+ Roma 11:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Hayi ubunzulu bobutyebi+ nobobulumko+ nobolwazi+ lukaThixo! Hayi indlela engaphengululeki ngayo imigwebo yakhe+ nendlela ezingalandeki ngayo iindlela zakhe!
5 Zininzi izinto ozenzileyo,+Owu Yehova Thixo wam, kwanemisebenzi yakho emangalisayo neengcamango zakho kuthi;+Akukho namnye onokuthelekiswa nawe.+Ukuba bendityekele ekuxeleni ndize ndithethe ngazo,Zininzi kakhulu kunokuba ndinokubalisa.+
19 ocebo likhulu+ nozenzo zininzi,+ wena omehlo avulekileyo phezu kweendlela zonke zoonyana babantu,+ ukuze unike ngamnye ngokweendlela zakhe nangokwesiqhamo sezenzo zakhe;+
33 Hayi ubunzulu bobutyebi+ nobobulumko+ nobolwazi+ lukaThixo! Hayi indlela engaphengululeki ngayo imigwebo yakhe+ nendlela ezingalandeki ngayo iindlela zakhe!