Isaya 32:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kude kuthululwe phezu kwethu umoya uvela phezulu,+ yaye intlango iya kuba libhoma, nebhoma libalwe njengehlathi lokwenene.+
15 kude kuthululwe phezu kwethu umoya uvela phezulu,+ yaye intlango iya kuba libhoma, nebhoma libalwe njengehlathi lokwenene.+