INdumiso 104:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ukuba uthumela umoya wakho, ziyadalwa;+Ubenze butsha ubuso bomhlaba. IMizekeliso 1:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Buyani ngokohlwaya kwam.+ Ngoko ndiza kumpompozisa kuni umoya wam;+ ndiza kunazisa amazwi am.+ Isaya 44:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba ndiya kugalela amanzi konxaniweyo,+ nemisinga ethontsizayo kwindawo eyomileyo.+ Ndiya kuthulula umoya wam embewini yakho,+ nentsikelelo yam kwinzala yakho.
3 Kuba ndiya kugalela amanzi konxaniweyo,+ nemisinga ethontsizayo kwindawo eyomileyo.+ Ndiya kuthulula umoya wam embewini yakho,+ nentsikelelo yam kwinzala yakho.