Isaya 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yivani,+ mazulu, uze ubeke indlebe, mhlaba, kuba uYehova uthethile: “Ndikhulise oonyana ndaza ndabaphakamisa,+ kodwa bona bandivukele.+ Isaya 63:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa bona bavukela+ baza bawenza buhlungu umoya wakhe oyingcwele.+ Ke kaloku watshintsha waba lutshaba lwabo;+ yena walwa imfazwe nabo.+ Isaya 65:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Izandla zam ndizolule imini yonke kwisizwana esineenkani,+ eso sihamba ngendlela engalunganga,+ emva kweengcamango zaso;+ IZenzo 7:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+
2 Yivani,+ mazulu, uze ubeke indlebe, mhlaba, kuba uYehova uthethile: “Ndikhulise oonyana ndaza ndabaphakamisa,+ kodwa bona bandivukele.+
10 Kodwa bona bavukela+ baza bawenza buhlungu umoya wakhe oyingcwele.+ Ke kaloku watshintsha waba lutshaba lwabo;+ yena walwa imfazwe nabo.+
2 “Izandla zam ndizolule imini yonke kwisizwana esineenkani,+ eso sihamba ngendlela engalunganga,+ emva kweengcamango zaso;+
51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+