Isaya 29:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yeha ke abo bangena nzulu ekufihleni icebo likaYehova,+ nabo bazenzo zenzeke endaweni emnyama,+ ngoxa besithi: “Ngubani na osibonayo, ingubani na nosaziyo?”+ Hoseya 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Baya kudla, kodwa abayi kwanela.+ Abafazi baya kubaphatha njengamaheyukazi; kodwa abayi kwanda,+ ngenxa yokuba bayekile ukumhlonela uYehova.+ 1 Tesalonika 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko ke, umntu okugatyayo+ oku, ugatya, kungekhona umntu, kodwa uThixo,+ oninika umoya wakhe oyingcwele.+
15 Yeha ke abo bangena nzulu ekufihleni icebo likaYehova,+ nabo bazenzo zenzeke endaweni emnyama,+ ngoxa besithi: “Ngubani na osibonayo, ingubani na nosaziyo?”+
10 Baya kudla, kodwa abayi kwanela.+ Abafazi baya kubaphatha njengamaheyukazi; kodwa abayi kwanda,+ ngenxa yokuba bayekile ukumhlonela uYehova.+
8 Ngoko ke, umntu okugatyayo+ oku, ugatya, kungekhona umntu, kodwa uThixo,+ oninika umoya wakhe oyingcwele.+