Isaya 20:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokuqinisekileyo baya kunkwantya baze babe neentloni ngeTiyopiya ithemba+ abebekhangele kulo nangeYiputa ubuhle bayo.+ Yeremiya 37:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Nifanele nithi kukumkani wakwaYuda, lowo unithumele kum ukuza kubuza kum:+ “Khangela! Umkhosi wamajoni kaFaro oza kuni ngenjongo yokuninceda kuya kufuneka ubuyele elizweni lawo, eYiputa.+
5 Ngokuqinisekileyo baya kunkwantya baze babe neentloni ngeTiyopiya ithemba+ abebekhangele kulo nangeYiputa ubuhle bayo.+
7 “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Nifanele nithi kukumkani wakwaYuda, lowo unithumele kum ukuza kubuza kum:+ “Khangela! Umkhosi wamajoni kaFaro oza kuni ngenjongo yokuninceda kuya kufuneka ubuyele elizweni lawo, eYiputa.+