IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 18:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ke kaloku, khangela! ukholose ngenkxaso yale ngcongolo ityumkileyo,+ iYiputa,+ leyo, ukuba umntu unokuxhathisa ngayo, ngokuqinisekileyo ingangena entendeni yakhe ize iyihlabe. Unjalo uFaro+ ukumkani waseYiputa kubo bonke abo bakholose ngaye.

  • Isaya 30:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Yaye igwiba likaFaro limele libe sisizathu sokudana kuni,+ nokusabela emthunzini weYiputa kube ngunobangela wokuthotywa.+

  • Isaya 36:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Khangela! Ukholose ngenkxaso yale ngcongolo ityumkileyo,+ iYiputa,+ leyo, ukuba umntu unokuxhathisa ngayo, ngokuqinisekileyo ingangena entendeni yakhe ize iyihlabe. Unjalo uFaro+ ukumkani waseYiputa kubo bonke abo bakholose ngaye.+

  • Yeremiya 17:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Utsho uYehova ukuthi: “Iqalekisiwe indoda eyomeleleyo ekholosa ngomntu wasemhlabeni+ ize okunene iyenze inyama ingalo yayo,+ naleyo intliziyo yayo imkayo kuYehova.+

  • Hezekile 29:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Bonke abemi baseYiputa baya kwazi ukuba ndinguYehova,+ ngenxa yokuba bona babe yingcongolo yokuxhasa indlu kaSirayeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share