Yeremiya 23:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Batsho kaninzi-ninzi kwabo bangenantlonelo ngam ukuthi, ‘UYehova uthethile wathi: “Niya kuba noxolo.”+ Nakuye wonke ohamba ngobulukhuni bentliziyo yakhe+ bathe, ‘Akukho ntlekele iya kunifikela.’+ Hezekile 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Anibonanga umbono ongeyonyaniso na, nokuvumisa okububuxoki na, xa nisithi, ‘Utsho uYehova,’ ngoxa mna ndingathethanga nto?”’+ Mika 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ukuba umntu, ohamba ngomoya nobuxoki, uxokile wathi:+ “Ndiya kuphosa amazwi kuwe ngokuphathelele iwayini nangokuphathelele isiselo esinxilisayo,” ngokuqinisekileyo uya kuba ngulowo uphosa amazwi kwesi sizwana.+ 2 Timoti 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba kuya kubakho ixesha laxa bengayi kuyinyamezela imfundiso ephilileyo,+ kodwa basuke ngokweminqweno yabo baziqwebele abafundisi bokubanyumbaza iindlebe;+
17 Batsho kaninzi-ninzi kwabo bangenantlonelo ngam ukuthi, ‘UYehova uthethile wathi: “Niya kuba noxolo.”+ Nakuye wonke ohamba ngobulukhuni bentliziyo yakhe+ bathe, ‘Akukho ntlekele iya kunifikela.’+
7 Anibonanga umbono ongeyonyaniso na, nokuvumisa okububuxoki na, xa nisithi, ‘Utsho uYehova,’ ngoxa mna ndingathethanga nto?”’+
11 Ukuba umntu, ohamba ngomoya nobuxoki, uxokile wathi:+ “Ndiya kuphosa amazwi kuwe ngokuphathelele iwayini nangokuphathelele isiselo esinxilisayo,” ngokuqinisekileyo uya kuba ngulowo uphosa amazwi kwesi sizwana.+
3 Kuba kuya kubakho ixesha laxa bengayi kuyinyamezela imfundiso ephilileyo,+ kodwa basuke ngokweminqweno yabo baziqwebele abafundisi bokubanyumbaza iindlebe;+