Yeremiya 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ndaza ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Eneneni usikhohlise ngokupheleleyo esi sizwana+ neYerusalem, usithi, ‘Niya kuba noxolo,’+ ukanti ikrele lide lafikelela emphefumlweni.” Yeremiya 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye bazama ukukuphilisa ngokulula ukuwa kwabantu bam,+ besithi, ‘Luxolo! Luxolo!’ kungekho luxolo.+ Yeremiya 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwaye bazama ukukuphilisa ukuwa kwentombi yabantu bam ngokulula,+ besithi: “Luxolo! Luxolo!” ngoxa kungekho luxolo.+ Hezekile 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ngenxa yokuba, ewe, ngenxa yokuba babalahlekisile abantu bam, besithi, “Kukho uxolo!” ekubeni kungekho luxolo,+ yaye kukho owakha udonga lokwahlula, kodwa kukho abo balutyabeka ngelize+ ngokuluqaba mhlophe.’+
10 Ndaza ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Eneneni usikhohlise ngokupheleleyo esi sizwana+ neYerusalem, usithi, ‘Niya kuba noxolo,’+ ukanti ikrele lide lafikelela emphefumlweni.”
14 Kwaye bazama ukukuphilisa ngokulula ukuwa kwabantu bam,+ besithi, ‘Luxolo! Luxolo!’ kungekho luxolo.+
11 Kwaye bazama ukukuphilisa ukuwa kwentombi yabantu bam ngokulula,+ besithi: “Luxolo! Luxolo!” ngoxa kungekho luxolo.+
10 ngenxa yokuba, ewe, ngenxa yokuba babalahlekisile abantu bam, besithi, “Kukho uxolo!” ekubeni kungekho luxolo,+ yaye kukho owakha udonga lokwahlula, kodwa kukho abo balutyabeka ngelize+ ngokuluqaba mhlophe.’+