IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 11:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kodwa lona ilizwe eniwelela kulo ukuba nilidle ilifa lilizwe leentaba namathafa asentlanjeni.+ Lisela amanzi emvula yasemazulwini;

  • INdumiso 65:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Uyiphethulele emhlabeni ingqalelo yakho, ukuze uwunike intabalala;+

      Uwutyebisa kakhulu.

      Umsinga ovela kuThixo uzele ngamanzi.+

      Ulungisa ukudla kwabo okuziinkozo,+

      Kuba leyo yindlela owulungisa ngayo umhlaba.+

  • INdumiso 104:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Unkcenkceshela iintaba emagumbini akhe aphezulu.+

      Umhlaba waneliswa sisiqhamo semisebenzi yakho.+

  • Zekariya 10:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Celani imvula+ kuYehova ngexesha lemvula yasentwasahlobo,+ kuYehova kanye owenza amafu esiphango,+ nobanika imvula,+ ngamnye utyani emhlabeni wakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share